INdumiso 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+ INdumiso 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba ngubani na uThixo ingenguye uYehova?+Ngubani na iliwa ngaphandle koThixo wethu?+ INdumiso 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+
7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+
3 Kuba abazange balidle ilifa ilizwe ngenxa yekrele labo,+Yaye babengasindiswanga yingalo yabo.+Kuba kwakungesandla sakho sokunene nengalo yakho+ nokukhanya kobuso bakho,Kuba wakholiswa ngabo.+