Genesis 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko uThixo wawavula amehlo akhe waza wabona iqula lamanzi;+ yaye waya kulo waza wayizalisa intsuba ngamanzi, waseza nenkwenkwe. Eksodus 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Khangela! Ndiya kuma phambi kwakho khona eliweni laseHorebhe. Uze ulibethe iliwa elo, kothi ke kuphume amanzi kulo, basele abantu.”+ Wenjenjalo ke uMoses phambi kwamehlo amadoda amakhulu akwaSirayeli. Mateyu 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ebakhangela ebusweni, uYesu wathi kubo: “Ebantwini le yinto engenakwenzeka, kodwa kuThixo izinto zonke zinako ukwenzeka.”+
19 Ngoko uThixo wawavula amehlo akhe waza wabona iqula lamanzi;+ yaye waya kulo waza wayizalisa intsuba ngamanzi, waseza nenkwenkwe.
6 Khangela! Ndiya kuma phambi kwakho khona eliweni laseHorebhe. Uze ulibethe iliwa elo, kothi ke kuphume amanzi kulo, basele abantu.”+ Wenjenjalo ke uMoses phambi kwamehlo amadoda amakhulu akwaSirayeli.
26 Ebakhangela ebusweni, uYesu wathi kubo: “Ebantwini le yinto engenakwenzeka, kodwa kuThixo izinto zonke zinako ukwenzeka.”+