IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “‘Yonke imihla yesibhambathiso sobuNaziri bayo makungadluli ncakuba entlokweni yayo;+ ifanele ingqineke ingcwele ngokuthi iluyeke lukhule uphothe+ lweenwele zentloko yayo, ide izaliseke imihla yokuzahlulela kwayo kuYehova.

  • ABagwebi 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba, khangela! uya kumitha, kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzala unyana, yaye incakuba ayiyi kufika entlokweni yakhe,+ ngenxa yokuba umntwana lowo uya kuba ngumNaziri+ kaThixo ekuphumeni kwakhe esiswini;+ yaye nguye oya kukhokela ekusindiseni uSirayeli esandleni samaFilisti.”+

  • 1 Samuweli 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wahlabela mgama wenza isibhambathiso+ wathi: “Owu Yehova wemikhosi, ukuba nakanjani na uthe wayikhangela inkxwaleko yekhobokazana lakho+ waza okunene wandikhumbula,+ ungalilibali ikhobokazana lakho uze okunene ulinike ikhobokazana lakho inzala eyinkwenkwe, ndiza kuyinikela kuYehova yonke imihla yobomi bayo, nencakuba ayiyi kufika entlokweni yayo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share