IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 16:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko amaFilisti ambamba aza awakrukra amehlo akhe,+ amhlisa amzisa eGaza,+ ambopha ngamakhamandela amabini obhedu;+ waza waba ngumsili+ endlwini yentolongo.+

  • INdumiso 58:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Olilungisa uya kuba nemihlali ngenxa yokuba uyibonile impindezelo.+

      Amanyathelo akhe uya kuwahlamba egazini longendawo.+

  • INdumiso 143:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngobubele bakho bothando ngamana ungazithulisa iintshaba zam;+

      Kwaye umele ubatshabalalise bonke abo babonakalisa ubutshaba emphefumlweni wam,+

      Kuba ndingumkhonzi wakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share