Eksodus 34:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa nize nizidilize izibingelelo zabo, nizaphule iintsika zabo ezingcwele, nizigawule nezibonda zabo ezingcwele.+ Numeri 33:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+
13 Kodwa nize nizidilize izibingelelo zabo, nizaphule iintsika zabo ezingcwele, nizigawule nezibonda zabo ezingcwele.+
52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+