Eksodus 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+ Levitikus 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu. INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+
4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+
26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.