IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 29:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uze ubabhinqise imibhinqo, uAron noonyana bakhe, yaye ubathandele ngesigqubuthelo sentloko; bube bobabo ububingeleli, bube ngummiselo kuse kwixesha elingenammiselo.+ Uze ummisele uAron noonyana bakhe.+

  • ABagwebi 17:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngaphezu koko, uMika wamisela umLevi,+ ukuze umfana akhonze njengombingeleli+ wakhe aze aqhubeke esendlwini kaMika.

  • 1 Kumkani 13:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Emva kwale nto uYerobhoham akazange ajike kwindlela yakhe embi, kodwa kwakhona wahamba esenza ababingeleli beendawo eziphakamileyo kubantu ngokubanzi.+ Nabani na oyoliswayo koko, wayemmisela+ esithi: “Makabe ngomnye wababingeleli beendawo eziphakamileyo.”

  • 2 Kronike 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Anibagxothanga na ababingeleli bakaYehova,+ oonyana baka-Aron, nabaLevi, nina aniqhubekanga nizenzela ababingeleli njengezizwana zeli lizwe?+ Enoba ngubani na ozayo azimisele ngethole lenkomo eliyinkunzi neenkunzi zeegusha ezisixhenxe, ube ngumbingeleli kwabangengothixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share