IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 28:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron.

  • Eksodus 28:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 UAron noonyana bakhe bamele bazinxibe ekungeneni kwabo ententeni yokuhlangana okanye ekusondeleni kwabo esibingelelweni besiza kulungiselela endaweni engcwele, ukuze bangenzi siphoso baze ngokuqinisekileyo bafe. Oko koba ngummiselo kuye nakwinzala yakhe emva kwakhe, kuse kwixesha elingenammiselo.+

  • Eksodus 40:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandule ke ubathambise kanye njengoko umthambisile uyise,+ ukuze bakhonze njengababingeleli kum, yaye ukuthanjiswa kwabo koba kokobubingeleli bexesha elingenammiselo kubo kwizizukulwana zabo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share