ABagwebi 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika. ABagwebi 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ke yona indoda enguMika, yayinendlu yoothixo,+ yaye yenza iefodi+ nomlonde-khaya+ yaza yamisela omnye woonyana bayo,+ ukuze akhonze njengombingeleli wayo.+
4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika.
5 Ke yona indoda enguMika, yayinendlu yoothixo,+ yaye yenza iefodi+ nomlonde-khaya+ yaza yamisela omnye woonyana bayo,+ ukuze akhonze njengombingeleli wayo.+