Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ Duteronomi 28:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+
38 “Uya kuphuma nembewu eninzi uye entsimini, kodwa sibe sincinane isivuno,+ ngokuba siya kuqwengwa ziinkumbi.+