IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke mna, ndiye ndacinga ukuba ndikutyhile kuwe oku, ndisithi, ‘Sithenge+ phambi kwabemi namadoda amakhulu abantu bakowethu.+ Ukuba uza kusihlawulela, sihlawulele; kodwa ukuba akuyi kusihlawulela, ndixelele, ukuze ndazi, kuba akukho bani uza kwenza intlawulelo ngaphandle kwakho,+ kwaye ndim emva kwakho.’” Yena wathi: “Ndim oza kusihlawulela.”+

  • Isaya 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye mandingqinelwe+ ngamangqina athembekileyo,+ u-Uriya umbingeleli+ noZekariya unyana kaYerebhekiya.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share