Levitikus 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+ Rute 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova,+ ongabushiyanga ububele bakhe bothando+ kwabaphilayo nabafileyo.”+ Yaye uNahomi wahlabela mgama wathi kuye: “Le ndoda ihlobene nathi.+ Ngomnye wabahlawuleli bethu.”+
25 “‘Xa athe umzalwana wakho wahlwempuzeka waza wathengisa ngenxalenye yelifa lakhe, makeze umhlawuleli ohlobene ngokusondeleyo naye aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umzalwana wakhe.+
20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova,+ ongabushiyanga ububele bakhe bothando+ kwabaphilayo nabafileyo.”+ Yaye uNahomi wahlabela mgama wathi kuye: “Le ndoda ihlobene nathi.+ Ngomnye wabahlawuleli bethu.”+