Genesis 24:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 yaza yathi: “Makabongwe uYehova+ uThixo wenkosi yam uAbraham, ongabususanga ububele bakhe bothando nenkoloseko yakhe kwinkosi yam. Ndithe ndisendleleni, uYehova wandikhokelela endlwini yabantakwabenkosi yam.”+ INdumiso 145:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 145 Ndiza kukuphakamisa, Thixo wam Kumkani,+Yaye ndiza kulibonga igama lakho ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe, ngonaphakade.+ Luka 1:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+
27 yaza yathi: “Makabongwe uYehova+ uThixo wenkosi yam uAbraham, ongabususanga ububele bakhe bothando nenkoloseko yakhe kwinkosi yam. Ndithe ndisendleleni, uYehova wandikhokelela endlwini yabantakwabenkosi yam.”+
145 Ndiza kukuphakamisa, Thixo wam Kumkani,+Yaye ndiza kulibonga igama lakho ukusa kwixesha elingenammiselo, ewe, ngonaphakade.+
68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+