Genesis 38:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uYuda wathi kuTamare umolokazana wakhe: “Hlala ungumhlolokazi endlwini kayihlo ade uShela unyana wam akhule.”+ Ngokuba wayezixelele ukuba: “Hleze naye afe njengabantakwabo.”+ Ngako oko wemka uTamare waza wahlala endlwini kayise.+ Duteronomi 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+
11 Ngoko uYuda wathi kuTamare umolokazana wakhe: “Hlala ungumhlolokazi endlwini kayihlo ade uShela unyana wam akhule.”+ Ngokuba wayezixelele ukuba: “Hleze naye afe njengabantakwabo.”+ Ngako oko wemka uTamare waza wahlala endlwini kayise.+
5 “Xa athe umntu wahlala ndawonye nomntakwabo waza wafa omnye kubo engenanyana, umfazi walowo ufileyo makangendeli ngaphandle kwindoda yasemzini. Umntakwabo ndoda yakhe ufanele amthabathe abe ngumfazi wakhe, enze kuye umtshato wongeno.+