Genesis 38:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uYuda wathi kuOnan: “Yiba neentlobano zokwazana nomfazi womntakwenu uze wenze umtshato wongeno naye, umvelisele inzala umntakwenu.”+ Rute 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wandula ke uBhohazi wathi: “Ngemini othenga ngayo umhlaba esandleni sikaNahomi, nakuRute umMowabhikazi, umfazi wendoda efileyo, umele uwuthenge ukuze uvuse igama lendoda efileyo kwilifa layo.”+ Marko 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Mfundisi, uMoses wasibhalela wathi ukuba uthile ufelwa ngumntakwabo aze ashiye umfazi ngasemva kodwa engashiyi mntwana, umntakwabo+ ufanele amthabathe loo mfazi aze avelisele umntakwabo inzala kuye.+
8 Ngako oko uYuda wathi kuOnan: “Yiba neentlobano zokwazana nomfazi womntakwenu uze wenze umtshato wongeno naye, umvelisele inzala umntakwenu.”+
5 Wandula ke uBhohazi wathi: “Ngemini othenga ngayo umhlaba esandleni sikaNahomi, nakuRute umMowabhikazi, umfazi wendoda efileyo, umele uwuthenge ukuze uvuse igama lendoda efileyo kwilifa layo.”+
19 “Mfundisi, uMoses wasibhalela wathi ukuba uthile ufelwa ngumntakwabo aze ashiye umfazi ngasemva kodwa engashiyi mntwana, umntakwabo+ ufanele amthabathe loo mfazi aze avelisele umntakwabo inzala kuye.+