Genesis 19:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ekuhambeni kwexesha eyamazibulo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena nguyise wamaMowabhi, unanamhla.+ Numeri 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ukusuka eBhamoti baya entlanjeni esemhlabeni wakwaMowabhi,+ encotsheni yePisga,+ evelele iYeshimon.+ Duteronomi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza ke wathi uYehova kum, ‘Uze ungamkhathazi uMowabhi okanye ulwe imfazwe naye, kuba andiyi kukunika naliphi na lelizwe lakhe ukuba ume kulo, ngokuba iAri+ ndiyinike oonyana bakaLote+ ukuba imiwe ngabo. Duteronomi 34:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wenyuka ke uMoses esuka ezinkqantosini zakwaMowabhi waya eNtabeni yeNebho,+ encotsheni yePisga,+ ekhangelene neYeriko.+ Waza uYehova wambonisa lonke ilizwe, ukususela eGiliyadi ukusa kwaDan,+ ABagwebi 3:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Woyiswa ke ngaloo mini uMowabhi phantsi kwesandla sikaSirayeli; kwaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi iminyaka engamashumi asibhozo.+
37 Ekuhambeni kwexesha eyamazibulo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena nguyise wamaMowabhi, unanamhla.+
20 Ukusuka eBhamoti baya entlanjeni esemhlabeni wakwaMowabhi,+ encotsheni yePisga,+ evelele iYeshimon.+
9 Waza ke wathi uYehova kum, ‘Uze ungamkhathazi uMowabhi okanye ulwe imfazwe naye, kuba andiyi kukunika naliphi na lelizwe lakhe ukuba ume kulo, ngokuba iAri+ ndiyinike oonyana bakaLote+ ukuba imiwe ngabo.
34 Wenyuka ke uMoses esuka ezinkqantosini zakwaMowabhi waya eNtabeni yeNebho,+ encotsheni yePisga,+ ekhangelene neYeriko.+ Waza uYehova wambonisa lonke ilizwe, ukususela eGiliyadi ukusa kwaDan,+
30 Woyiswa ke ngaloo mini uMowabhi phantsi kwesandla sikaSirayeli; kwaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi iminyaka engamashumi asibhozo.+