Rute 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 beniza kubalinda na de bakhule? Beniza kuhlala nizigcinele bona ningabi namadoda? Hayi, zintombi zam, kuba kukrakra kakhulu kum ngenxa yenu, kuba isandla sikaYehova siphume nxamnye nam.”+ 1 Samuweli 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+ Yobhi 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndibabaleni, ndibabaleni, maqabane am,+Kuba isandla sikaThixo sindichukumisile.+ Isaya 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+
13 beniza kubalinda na de bakhule? Beniza kuhlala nizigcinele bona ningabi namadoda? Hayi, zintombi zam, kuba kukrakra kakhulu kum ngenxa yenu, kuba isandla sikaYehova siphume nxamnye nam.”+
18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+
12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+