Isaya 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+ Isaya 44:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+ Isaya 52:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngenxa yeso sizathu abantu bam baya kulazi igama lam ngaloo mini,+ ngokuba Ndim otshoyo.+ Ewe, Mna kanye.”
20 Kuya kuthi ngaloo mini abo baseleyo bakwaSirayeli+ nabo basindileyo bendlu kaYakobi bangaze kwakhona bazixhase ngalowo ubabethayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuzixhasa ngoYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ benyanisile.+
28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+
6 Ngenxa yeso sizathu abantu bam baya kulazi igama lam ngaloo mini,+ ngokuba Ndim otshoyo.+ Ewe, Mna kanye.”