Levitikus 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Ekuvuneni kwenu isivuno selizwe lenu, uze ungavuni ngokupheleleyo ekupheleni kwentsimi yakho, yaye ungayibhikici intsimi yakho.+ Ufanele ushiyele oxhwalekileyo+ nomphambukeli.+ NdinguYehova uThixo wakho.’” Rute 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuhambeni kwexesha uRute umfazi womMowabhi wathi kuNahomi: “Nceda undivumele ndihambe, ndiye entsimini ndize ndibhikice+ phakathi kwezikhwebu emva kwakhe nabani na endiya kufumana ubabalo emehlweni akhe.” Ngoko wathi kuye: “Hamba, ntombi yam.”
22 “‘Ekuvuneni kwenu isivuno selizwe lenu, uze ungavuni ngokupheleleyo ekupheleni kwentsimi yakho, yaye ungayibhikici intsimi yakho.+ Ufanele ushiyele oxhwalekileyo+ nomphambukeli.+ NdinguYehova uThixo wakho.’”
2 Ekuhambeni kwexesha uRute umfazi womMowabhi wathi kuNahomi: “Nceda undivumele ndihambe, ndiye entsimini ndize ndibhikice+ phakathi kwezikhwebu emva kwakhe nabani na endiya kufumana ubabalo emehlweni akhe.” Ngoko wathi kuye: “Hamba, ntombi yam.”