IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 37:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+

      Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+

      Nenzala yakhe ifuna isonka.+

  • INdumiso 104:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Uhlumisela izilo ingca eluhlaza,+

      Notyani ukuze kuncedwe uluntu,+

      Ukuba kuphume ukutya emhlabeni,+

  • INdumiso 132:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Isixhaso sayo ndiya kusisikelela nakanjani na.+

      Amahlwempu ayo ndiya kuwanelisa ngesonka.+

  • Mateyu 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Siphe namhlanje isonka sethu sale mini;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share