1 Samuweli 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+ 1 Samuweli 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wayebuyela eRama,+ ngenxa yokuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba ngumgwebi phezu koSirayeli apho. Kwaye wakhela uYehova isibingelelo apho.+ 1 Samuweli 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uSamuweli yena wayefile, yaye wonke uSirayeli wayemenzele isijwili waza wamngcwaba eRama kwisixeko sakowabo.+ Ke yena uSawule, wayebashenxisile kulo ilizwe abaneshologu nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+
19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+
17 Kodwa wayebuyela eRama,+ ngenxa yokuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba ngumgwebi phezu koSirayeli apho. Kwaye wakhela uYehova isibingelelo apho.+
3 Ke kaloku uSamuweli yena wayefile, yaye wonke uSirayeli wayemenzele isijwili waza wamngcwaba eRama kwisixeko sakowabo.+ Ke yena uSawule, wayebashenxisile kulo ilizwe abaneshologu nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+