Eksodus 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Umkhafulikazi uze ungamyeki aphile.+ Levitikus 19:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “‘Musani ukuphethukela kwabaneshologu,+ yaye ningabuzisi kwabo banobunkunkqele bokuxela iziganeko kwangaphambili,+ ukuze nizenze abangahlambulukanga ngabo. NdinguYehova uThixo wenu. Levitikus 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Wona umphefumlo othe waphethukela kwabaneshologu+ nakubaxeli-ziganeko kwangaphambili+ ukuze ube neentlobano zokuziphatha okubi kunye nabo, ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo ndize ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.+ Levitikus 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Ukuba ithe indoda okanye umfazi baba neshologu okanye umoya wokuxela kwangaphambili,+ mababulawe bafe.+ Mababagibisele ngamatye bafe. Igazi labo liphezu kwabo.’”+ Duteronomi 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nobopha ngoomabophe,+ nobuza koneshologu,+ noyinkunkqele ekuxeleni iziganeko kwangaphambili,+ nobuzisa kwabafileyo.+ ISityhilelo 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ke wona amagwala nabangenalo ukholo+ nabalizothe ngenxa yobunyhukunyhuku+ babo nababulali+ nabahenyuzi+ nabasebenzelana nemimoya nabanquli-zithixo+ nawo onke amaxoki,+ isahlulo sabo siya kuba sedikeni elivutha umlilo+ nesalfure.+ Oku kuthetha ukufa kwesibini.”+
31 “‘Musani ukuphethukela kwabaneshologu,+ yaye ningabuzisi kwabo banobunkunkqele bokuxela iziganeko kwangaphambili,+ ukuze nizenze abangahlambulukanga ngabo. NdinguYehova uThixo wenu.
6 “‘Wona umphefumlo othe waphethukela kwabaneshologu+ nakubaxeli-ziganeko kwangaphambili+ ukuze ube neentlobano zokuziphatha okubi kunye nabo, ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo ndize ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.+
27 “‘Ukuba ithe indoda okanye umfazi baba neshologu okanye umoya wokuxela kwangaphambili,+ mababulawe bafe.+ Mababagibisele ngamatye bafe. Igazi labo liphezu kwabo.’”+
11 nobopha ngoomabophe,+ nobuza koneshologu,+ noyinkunkqele ekuxeleni iziganeko kwangaphambili,+ nobuzisa kwabafileyo.+
8 Kodwa ke wona amagwala nabangenalo ukholo+ nabalizothe ngenxa yobunyhukunyhuku+ babo nababulali+ nabahenyuzi+ nabasebenzelana nemimoya nabanquli-zithixo+ nawo onke amaxoki,+ isahlulo sabo siya kuba sedikeni elivutha umlilo+ nesalfure.+ Oku kuthetha ukufa kwesibini.”+