Genesis 29:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke waba neentlobano zokwazana kwanoRakeli yaye wabonisa uthando olungakumbi kuRakeli kunakuLeya,+ waza waqhubeka ekhonza iminyaka esixhenxe engakumbi.+ Duteronomi 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Xa ithe indoda yanabafazi ababini, omnye ethandwa omnye ethiyiwe, baza bona, lowo uthandwayo nalowo uthiyiweyo, bayizalela oonyana, waza unyana wamazibulo waba ngowothiyiweyo,+
30 Ngoko ke waba neentlobano zokwazana kwanoRakeli yaye wabonisa uthando olungakumbi kuRakeli kunakuLeya,+ waza waqhubeka ekhonza iminyaka esixhenxe engakumbi.+
15 “Xa ithe indoda yanabafazi ababini, omnye ethandwa omnye ethiyiwe, baza bona, lowo uthandwayo nalowo uthiyiweyo, bayizalela oonyana, waza unyana wamazibulo waba ngowothiyiweyo,+