1 Samuweli 7:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wayebuyela eRama,+ ngenxa yokuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba ngumgwebi phezu koSirayeli apho. Kwaye wakhela uYehova isibingelelo apho.+ IMizekeliso 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+
17 Kodwa wayebuyela eRama,+ ngenxa yokuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba ngumgwebi phezu koSirayeli apho. Kwaye wakhela uYehova isibingelelo apho.+
17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+