Rute 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.” 1 Samuweli 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke yena uYonatan, unyana kaSawule, wayeyoliswa kakhulu nguDavide.+ Ngoko uYonatan wamxelela uDavide, esithi: “USawule ubawo ufuna ukukubulalisa. Uze ke ukhe uzilinde, nceda, kusasa, yaye umele uhlale emfihlekweni uze uzifihle.+ 2 Samuweli 17:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 bazisa iimandlalo nezitya kwanezitya zombumbi, nengqolowa nerhasi nomgubo+ neenkozo ezigcadiweyo+ neembotyi ezinkulu+ neentlumayo+ neenkozo ezomisiweyo;
17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.”
2 Ke yena uYonatan, unyana kaSawule, wayeyoliswa kakhulu nguDavide.+ Ngoko uYonatan wamxelela uDavide, esithi: “USawule ubawo ufuna ukukubulalisa. Uze ke ukhe uzilinde, nceda, kusasa, yaye umele uhlale emfihlekweni uze uzifihle.+
28 bazisa iimandlalo nezitya kwanezitya zombumbi, nengqolowa nerhasi nomgubo+ neenkozo ezigcadiweyo+ neembotyi ezinkulu+ neentlumayo+ neenkozo ezomisiweyo;