IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Noko ke, uDavide wathi entliziyweni yakhe: “Ke kaloku ngenye imini ndoze nditshayelwe sisandla sikaSawule. Akukho nto ilunge ngakumbi kum kunokuba nakanjani na ndibalekele+ kwilizwe lamaFilisti;+ uSawule umele aphelelwe lithemba ekundifuneni kwakhe kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaleka esandleni sakhe.”

  • INdumiso 116:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Iintsontelo zokufa zandirhawula+

      Neemeko ezibandezelayo zeShiyol zandifumana.+

      Ndaqhubeka ndifikelwa kukubandezeleka nentlungu.+

  • 2 Korinte 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Enyanisweni, savakalelwa kukuba sasifumene isigwebo sokufa. Oku kwakungenjongo yokuba singazithembi thina,+ kodwa sithembele kuTHIXO ovusa abafileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share