1 Samuweli 2:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kutheni na niwukhaba umbingelelo wam+ nomnikelo wam endiwuyaleleyo ndikwindawo yam yokuhlala,+ yaye ubeka oonyana bakho ngaphezu kwam ngokuzityebisa+ ngeyona ilungileyo kwiminikelo yonke kaSirayeli abantu bam?+ Isaya 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nabo bakhokela esi sizwana bangqineke bengabo basibangela siphambuke;+ nabo bakhokelwayo, ngabo abadidekileyo.+
29 Kutheni na niwukhaba umbingelelo wam+ nomnikelo wam endiwuyaleleyo ndikwindawo yam yokuhlala,+ yaye ubeka oonyana bakho ngaphezu kwam ngokuzityebisa+ ngeyona ilungileyo kwiminikelo yonke kaSirayeli abantu bam?+
16 Nabo bakhokela esi sizwana bangqineke bengabo basibangela siphambuke;+ nabo bakhokelwayo, ngabo abadidekileyo.+