Isaya 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bona abantu bam, abaphathi babo baqhubana nabo ngokuqatha, yaye balawulwa ngabafazi.+ Owu bantu bam, abo banikhokelayo bayanibhadulisa,+ nendlela yomendo wenu bayenze yaba yedidayo.+
12 Ke bona abantu bam, abaphathi babo baqhubana nabo ngokuqatha, yaye balawulwa ngabafazi.+ Owu bantu bam, abo banikhokelayo bayanibhadulisa,+ nendlela yomendo wenu bayenze yaba yedidayo.+