Levitikus 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Xa kuthe kwavela enyameni yolusu lomntu ukujaduka okanye ukhwekhwe okanye ibala,+ laba sisibetho seqhenqa eluswini lwenyama yakhe,+ woziswa kuAron umbingeleli okanye komnye woonyana bakhe abangababingeleli.+ Numeri 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+ INdumiso 66:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndiya kuza endlwini yakho neminikelo etshiswa kuphele;+Ndiya kuzifezekisa kuwe izibhambathiso zam+
2 “Xa kuthe kwavela enyameni yolusu lomntu ukujaduka okanye ukhwekhwe okanye ibala,+ laba sisibetho seqhenqa eluswini lwenyama yakhe,+ woziswa kuAron umbingeleli okanye komnye woonyana bakhe abangababingeleli.+
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+
13 Ndiya kuza endlwini yakho neminikelo etshiswa kuphele;+Ndiya kuzifezekisa kuwe izibhambathiso zam+