1 Samuweli 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Athi amadoda kaDavide kuye: “Khangela! Siyoyika ngoxa silapha kwaYuda,+ kungakanani ke ukuba kunokwenzeka siye eKeyila ezintlwini zamaFilisti!”+
3 Athi amadoda kaDavide kuye: “Khangela! Siyoyika ngoxa silapha kwaYuda,+ kungakanani ke ukuba kunokwenzeka siye eKeyila ezintlwini zamaFilisti!”+