IMizekeliso 24:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Musa ukuthi: “Kanye njengoko enjenjalo kum, ndiya kwenjenjalo nam kuye.+ Ndiya kumbuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.”+ Mateyu 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+
29 Musa ukuthi: “Kanye njengoko enjenjalo kum, ndiya kwenjenjalo nam kuye.+ Ndiya kumbuyekeza ngamnye ngokwezenzo zakhe.”+
12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+