IMizekeliso 20:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Musa ukuthi: “Ndiya kububuyekeza ububi!”+ Thembela kuYehova,+ yaye uya kukusindisa.+ Roma 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Musani ukubuyisela ububi+ ngobubi nakubani na. Yenzani okuhle emehlweni abantu bonke. 1 Tesalonika 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+
15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+