1 Samuweli 20:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+ 1 Samuweli 25:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni. Roma 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngokuphathelele uthando lobuzalwana+ yibani nomsa omnye komnye. Ekuboniseni imbeko+ omnye komnye khokelani. Roma 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+
41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+
23 Xa uAbhigali wabona uDavide, kwaoko wangxama wehla e-esileni, wawa ngobuso phambi koDavide waza waqubuda+ emhlabeni.
10 Ngokuphathelele uthando lobuzalwana+ yibani nomsa omnye komnye. Ekuboniseni imbeko+ omnye komnye khokelani.
7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+