IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda.

  • 1 Samuweli 25:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngoko nangoko wesuka ke yena waqubuda ngobuso emhlabeni+ wathi: “Nali ikhobokazana lakho lokuba sisicakakazi sokuhlamba iinyawo+ zabakhonzi benkosi yam.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share