Duteronomi 32:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+ INdumiso 94:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 94 Owu Thixo wezenzo zempindezelo, Yehova,+Owu Thixo wezenzo zempindezelo, khawuqaqambe!+ Nahum 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova nguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo+ nophindezelayo; yekaYehova impindezelo+ nengqumbo.+ UYehova uyaziphindezela kwiintshaba zakhe,+ yaye uyazicaphukela iintshaba zakhe.+ Roma 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+ Hebhere 10:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+
35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+ Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+
2 UYehova nguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo+ nophindezelayo; yekaYehova impindezelo+ nengqumbo.+ UYehova uyaziphindezela kwiintshaba zakhe,+ yaye uyazicaphukela iintshaba zakhe.+
19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+
30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+