IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 7:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kodwa wayebuyela eRama,+ ngenxa yokuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba ngumgwebi phezu koSirayeli apho. Kwaye wakhela uYehova isibingelelo apho.+

  • 1 Samuweli 28:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke kaloku uSamuweli yena wayefile, yaye wonke uSirayeli wayemenzele isijwili waza wamngcwaba eRama kwisixeko sakowabo.+ Ke yena uSawule, wayebashenxisile kulo ilizwe abaneshologu nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share