IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 141:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+

      Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+

      Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+

      Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+

  • IMizekeliso 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nika umntu osisilumko uya kulumka ngakumbi.+ Nika ilungisa ukwazi liya kwandisa ukuqonda.

  • IMizekeliso 25:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Licici legolide, nesihombo segolide esikhethekileyo, umohlwayi kwindlebe evayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share