INdumiso 141:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+ IMizekeliso 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ezo zizidanga ezinomtsalane entlokweni yakho+ nentsimbi yomqala entle emqaleni wakho.+ IMizekeliso 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukumohlwaya umgculeli, ukuze angakuthiyi.+ Nika umntu osisilumko isohlwayo yaye uya kukuthanda.+
5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+
8 Musa ukumohlwaya umgculeli, ukuze angakuthiyi.+ Nika umntu osisilumko isohlwayo yaye uya kukuthanda.+