IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Yeyam impindezelo, nembuyekezo.+

      Ngexesha elimisiweyo luya kutyibilika unyawo lwazo,+

      Ngokuba usondele umhla wentlekele yazo,+

      Iziganeko ezilungiselelwe zona ziza ngokungxama.’+

  • 1 Samuweli 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye uYehova umele abe ngumgwebi, umele agwebe phakathi kwam nawe, yaye yena uya kubona, uya kulichophela ityala+ lam aze andigwebe ukuze andikhulule esandleni sakho.”

  • INdumiso 35:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Owu Yehova, lichophele ityala lam kwabo bamelene nam;+

      Yilwa nabo benza imfazwe nam.+

  • INdumiso 43:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Ndigwebe,+ Thixo,

      Lichophele ityala lam+ nxamnye nohlanga olunganyanisekanga.

      Kwindoda yenkohliso nentswela-bulungisa ngamana ungandisindisa.+

  • IMizekeliso 22:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba uYehova uya kuligweba ibango labo,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuwuphanga umphefumlo wabo babaphangayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share