1 Samuweli 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngamana uYehova angagweba phakathi kwam nawe;+ yaye uYehova umele andiphindezelele+ kuwe, kodwa esam isandla asiyi kuba phezu kwakho.+ INdumiso 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngenxa yokuphangwa kwabo baxhwalekileyo, ngenxa yokuncwina kwabo bangamahlwempu,+Ngesi sihlandlo ndiya kuvuka,” utsho uYehova.+“Ndiya kumbeka endaweni ekhuselekileyo kuye nabani na omfuthelayo.”+ IMizekeliso 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uMkhululi wawo womelele; yena ngokwakhe uya kugweba ityala lawo kuwe.+ Yeremiya 50:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UMhlawuleli wabo womelele,+ igama lakhe+ nguYehova wemikhosi. Nakanjani na uya kulichophela ityala labo,+ ukuze okunene alinike ukuphumla ilizwe+ aze abangele ukuphazamiseka kubemi baseBhabhiloni.”+ Mika 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Umsindo kaYehova ndiya kuwuthwala—kuba ndimonile+—de achophele ityala lam aze okunene aphumeze okusesikweni ngenxa yam.+ Uya kundizisa ekukhanyeni; ndiya kukhangela ebulungiseni bakhe.+
12 Ngamana uYehova angagweba phakathi kwam nawe;+ yaye uYehova umele andiphindezelele+ kuwe, kodwa esam isandla asiyi kuba phezu kwakho.+
5 “Ngenxa yokuphangwa kwabo baxhwalekileyo, ngenxa yokuncwina kwabo bangamahlwempu,+Ngesi sihlandlo ndiya kuvuka,” utsho uYehova.+“Ndiya kumbeka endaweni ekhuselekileyo kuye nabani na omfuthelayo.”+
34 UMhlawuleli wabo womelele,+ igama lakhe+ nguYehova wemikhosi. Nakanjani na uya kulichophela ityala labo,+ ukuze okunene alinike ukuphumla ilizwe+ aze abangele ukuphazamiseka kubemi baseBhabhiloni.”+
9 Umsindo kaYehova ndiya kuwuthwala—kuba ndimonile+—de achophele ityala lam aze okunene aphumeze okusesikweni ngenxa yam.+ Uya kundizisa ekukhanyeni; ndiya kukhangela ebulungiseni bakhe.+