1 Samuweli 25:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye, kwelinye icala, ephila nje uYehova uTHIXO kaSirayeli, ondinqandileyo ekukwenzakaliseni,+ ukuba ubungangxamanga weza kundihlangabeza,+ ngokuqinisekileyo ngekungakhange kude kube kusasa kusasele kwaNabhali nabani na ochamela eludongeni.”+
34 Yaye, kwelinye icala, ephila nje uYehova uTHIXO kaSirayeli, ondinqandileyo ekukwenzakaliseni,+ ukuba ubungangxamanga weza kundihlangabeza,+ ngokuqinisekileyo ngekungakhange kude kube kusasa kusasele kwaNabhali nabani na ochamela eludongeni.”+