IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Makhe kuthatyathwe intwana yamanzi, kuhlanjwe iinyawo zenu.+ Nize ningqendeve phantsi komthi.+

  • Luka 7:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ngako oko waphethukela emfazini waza wathi kuSimon: “Uyambona na lo mfazi? Ndingene endlwini yakho; akundinikanga manzi+ eenyawo zam. Kodwa lo mfazi umanzise iinyawo zam ngeenyembezi zakhe waza wazisula ngeenwele zakhe.

  • Yohane 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Emva koko wafaka amanzi esityeni waza waqala ukuhlamba iinyawo+ zabafundi nokuzomisa ngetawuli awayeyibhinqile.

  • 1 Timoti 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 odume ngemisebenzi emihle,+ njengokuba nengqeqesho ebantwaneni,+ ukwamkela abasemzini,+ ukuhlamba iinyawo zabangcwele,+ ukunceda abasembandezelweni,+ nokukhuthalela yonke imisebenzi elungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share