IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 19:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko badlula baza baqhubeka nendlela yabo, latshona ilanga xa bekufuphi neGibheya, kaBhenjamin.

  • 1 Samuweli 10:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Yena ke uSawule, waya kowabo eGibheya,+ yaye amadoda angamakroti antliziyo zawo zachukunyiswayo nguThixo ahamba naye.+

  • 1 Samuweli 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ekuhambeni kwexesha kwafika abathunywa eGibheya+ kuloSawule baza bawathetha la mazwi ezindlebeni zabantu, yaye bonke abantu baphakamisa ilizwi labo balila.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share