ABagwebi 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwathi kamsinya nje yakuba ingelosi kaYehova iwathethile la mazwi kubo bonke oonyana bakaSirayeli, abantu baphakamisa amazwi abo balila.+ ABagwebi 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngenxa yoko abantu beza eBheteli+ baza baqhubeka behleli apho phambi koTHIXO oyinyaniso+ de kwaba ngokuhlwa, baqhubeka beliphakamisa ilizwi labo baza balila kakhulu.+ 1 Samuweli 30:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UDavide nabantu awayekunye nabo baliphakamisa ilizwi labo baza balila,+ kwada akwabikho mandla kubo okulila kwakhona.
4 Kwathi kamsinya nje yakuba ingelosi kaYehova iwathethile la mazwi kubo bonke oonyana bakaSirayeli, abantu baphakamisa amazwi abo balila.+
2 Ngenxa yoko abantu beza eBheteli+ baza baqhubeka behleli apho phambi koTHIXO oyinyaniso+ de kwaba ngokuhlwa, baqhubeka beliphakamisa ilizwi labo baza balila kakhulu.+
4 UDavide nabantu awayekunye nabo baliphakamisa ilizwi labo baza balila,+ kwada akwabikho mandla kubo okulila kwakhona.