Yobhi 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukuba imihla yakhe igqityiwe,+Inani leenyanga zakhe likuwe;Umenzele ummiselo ukuze angagqithi. INdumiso 37:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova uya kumhleka,+Kuba uyabona ukuba ngokuqinisekileyo imini yakhe iyeza.+ INdumiso 90:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+ INtshumayeli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+
10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+
13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+