Numeri 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+ Mateyu 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa emva kokuba ezicingisisile ezi zinto, khangela! ingelosi kaYehova yabonakala kuye ephupheni, isithi: “Yosefu, nyana kaDavide, musa ukoyika ukumthabatha umse ekhaya uMariya umfazi wakho, kuba oko akukhawuleyo kungomoya oyingcwele.+
6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+
20 Kodwa emva kokuba ezicingisisile ezi zinto, khangela! ingelosi kaYehova yabonakala kuye ephupheni, isithi: “Yosefu, nyana kaDavide, musa ukoyika ukumthabatha umse ekhaya uMariya umfazi wakho, kuba oko akukhawuleyo kungomoya oyingcwele.+