INdumiso 74:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Imiqondiso yethu asiyibonanga; akusekho mprofeti,+Kuthi akukho bani waziyo ukuba kuya kude kube nini na. IZililo 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Amasango ayo+ atshone emhlabeni. Uyitshabalalisile waza wayiqhekeza imivalo yayo.Ukumkani wayo neenkosana zayo ziphakathi kweentlanga.+ Akukho mthetho.+Nabaprofeti bayo abafumananga mbono uvela kuYehova.+
9 Imiqondiso yethu asiyibonanga; akusekho mprofeti,+Kuthi akukho bani waziyo ukuba kuya kude kube nini na.
9 Amasango ayo+ atshone emhlabeni. Uyitshabalalisile waza wayiqhekeza imivalo yayo.Ukumkani wayo neenkosana zayo ziphakathi kweentlanga.+ Akukho mthetho.+Nabaprofeti bayo abafumananga mbono uvela kuYehova.+