1 Samuweli 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko wathi: “Uzuko lumkile kwaSirayeli luye ekuthinjweni,+ ngenxa yokuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ithinjiwe.”+ INdumiso 78:61 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 61 Kwaye wawanikela ekuthinjweni amandla akhe+Nobuhle bakhe esandleni sotshaba.+
22 Ngoko wathi: “Uzuko lumkile kwaSirayeli luye ekuthinjweni,+ ngenxa yokuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ithinjiwe.”+