1 Samuweli 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwanetyeya kaThixo yathinjwa,+ yaye bafa noonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi.+ 2 Kronike 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 USolomon wayinyusa intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ wayisa endlwini awayeyakhele yona,+ kuba wathi: “Nangona ingumfazi wam, ayifanele ihlale endlwini kaDavide ukumkani wakwaSirayeli, kuba iindawo eyeza kuzo ityeya kaYehova ziyinto engcwele.”+ Yeremiya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+
11 USolomon wayinyusa intombi kaFaro+ yaphuma kwisiXeko sikaDavide+ wayisa endlwini awayeyakhele yona,+ kuba wathi: “Nangona ingumfazi wam, ayifanele ihlale endlwini kaDavide ukumkani wakwaSirayeli, kuba iindawo eyeza kuzo ityeya kaYehova ziyinto engcwele.”+
12 “‘Noko ke, hambani, ngoku, niye endaweni yam eyayiseShilo,+ apho ndalihlalisa khona igama lam ekuqaleni,+ nize nibone oko ndakwenzayo kuyo ngenxa yobubi babantu bam amaSirayeli.+