Duteronomi 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Nanini na umphefumlo wakho unqwenela inyama, xhela+ udle ngokwentsikelelo kaYehova uThixo wakho akunikileyo, emasangweni akho onke. Ongahlambulukanga+ nohlambulukileyo angayidla, njengebhadi nanjengexhama.+
15 “Nanini na umphefumlo wakho unqwenela inyama, xhela+ udle ngokwentsikelelo kaYehova uThixo wakho akunikileyo, emasangweni akho onke. Ongahlambulukanga+ nohlambulukileyo angayidla, njengebhadi nanjengexhama.+